1
IZAFOBE 4:23
IBHAYIBHILE
XHO96
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho, kuba yona ingumthombo wobomi.
సరిపోల్చండి
IZAFOBE 4:23 ని అన్వేషించండి
2
IZAFOBE 4:26
Qiqa phambi kokuba ubeke unyawo lwakho endleleni, ukuze ihambo yakho iqiniseke.
IZAFOBE 4:26 ని అన్వేషించండి
3
IZAFOBE 4:24
Mabungabikho ubuxoki emlonyeni wakho, nentetho ekhohlisayo ibe kude lee emilebeni yakho.
IZAFOBE 4:24 ని అన్వేషించండి
4
IZAFOBE 4:7
Ubulumko ngoyena ndoqo, bufunisise! Fumana ingqiqo, nokuba kudle konke onako.
IZAFOBE 4:7 ని అన్వేషించండి
5
IZAFOBE 4:18-19
Ke yona indlela yamalungisa ifana nemitha yokusa, yona iya iqaqamba ngokuqaqamba de ibe yimini epheleleyo. Kambe ke zona iindlela zabakhohlakeleyo zingumnyam' ombonde-mbonde. Naxa bekhubeka abayazi into abakhubeka kuyo.
IZAFOBE 4:18-19 ని అన్వేషించండి
6
IZAFOBE 4:6
Ungaze ubushiye ubulumko, ke bona buya kukulondoloza. Thandana nabo, khon' ukuze bukukhusele.
IZAFOBE 4:6 ని అన్వేషించండి
7
IZAFOBE 4:13
Ungaze wahlukane nengqeqesho, koko bambelela kuyo; yilondoloze, kuba ibubomi bakho.
IZAFOBE 4:13 ని అన్వేషించండి
8
IZAFOBE 4:14
Musa ukuhambisana nabantu abakhohlakeleyo, ungahambi nasekhondweni labenzi bobubi.
IZAFOBE 4:14 ని అన్వేషించండి
9
IZAFOBE 4:1
Yiphulaphuleni, bonyana, ingqeqesho kayihlo; yigqaleni, khon' ukuze nizuze ukuqonda.
IZAFOBE 4:1 ని అన్వేషించండి