1
IZAFOBE 20:22
IBHAYIBHILE
XHO96
Musa ukuthi: “Ndiya kuziphindezela ngenxa yobu bugwenxa.” Yekela kuNdikhoyo ibe nguye okuhlangulayo.
సరిపోల్చండి
IZAFOBE 20:22 ని అన్వేషించండి
2
IZAFOBE 20:24
Umntu akanako ukuyiqonda indlela ayihambayo, kuba amabakala obomi bakhe axhomekeke kuNdikhoyo.
IZAFOBE 20:24 ని అన్వేషించండి
3
IZAFOBE 20:27
Isazela somntu sisibane sikaNdikhoyo; ngaso uphicotha konke okufihlakeleyo ngaphakathi emntwini.
IZAFOBE 20:27 ని అన్వేషించండి
4
IZAFOBE 20:5
Iingcinga zomntu zifana nequla elinzulu; ke yena umntu oqiqayo ukha ulutho kuzo.
IZAFOBE 20:5 ని అన్వేషించండి
5
IZAFOBE 20:19
Umntu onolwimi uyawadiza amahlebo, ngoko ke sukudlelana nabantu abathetha gqitha.
IZAFOBE 20:19 ని అన్వేషించండి
6
IZAFOBE 20:3
Umntu onesidima uyasicezela isiphithi-phithi; kanti ke sona isiyatha siyathanda ukuphemba uqhushululu.
IZAFOBE 20:3 ని అన్వేషించండి
7
IZAFOBE 20:7
Umntu olilunga uphila ubomi obungenabala; bayathamsanqeleka abantwana bakhe abamlandelayo.
IZAFOBE 20:7 ని అన్వేషించండి