I‐Genesise 1:9-10
I‐Genesise 1:9-10 XHO1902A
Wayesiti utixo: Amanzi angapantsi kwezulu makahlanganiselwe endaweni inye, kuze kubonakale okwomileyo. Kwaye kunjalo ke. Wati utixo ukutiya okwomileyo, ngumhlaba; wati nokutiya ukuhlanganisana kwamanzi, zilwandle. Waye utixo wabona ukuba kulungile.


