1
IINDUMISO 69:30
IBHAYIBHILE
XHO96
Ndiya kumemelela ndibonge uThixo; ndiya kumncoma ndidomboze.
සසඳන්න
IINDUMISO 69:30 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 69:13
Kambe ke, Ndikhoyo, mna ndiyakuthandaza. Ngeli xesha lifanelekileyo, Thixo, nangenxa yendyebo yezibele zothando lwakho, khawuncede undiphendule. Ngenxa yokuthembeka kwakho ndihlangule; naku sendizika eludakeni.
IINDUMISO 69:13 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 69:16
Hayi ubuhle bezibele zakho! Ndikhoyo, ndivelele undiphendule; ewe, ngokobuninzi beenceba zakho ndive!
IINDUMISO 69:16 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 69:33
Kaloku uNdikhoyo uyabeva abahlelelekileyo; akabacekisi abakhe ababanjiweyo.
IINDUMISO 69:33 ගවේෂණය කරන්න