1
IINDUMISO 68:19
IBHAYIBHILE
XHO96
Yibongeni iNkosi! Mihla le iyasazelelela, uThixo ngumsindisi wethu.
සසඳන්න
IINDUMISO 68:19 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 68:5
UThixo usendlwini yakhe engcwele. Nguyise weenkedama, umthetheleli wabahlolokazi.
IINDUMISO 68:5 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 68:6
Abangenabani ubenzela izihlobo. Amabanjwa uwakhokelela enyhwebeni; ke bona abavukeli bohlala kwelingumqwebedu.
IINDUMISO 68:6 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 68:20
UThixo wethu ungosindisayo; uMhlekazi uNdikhoyo uyasihlangula ekufeni.
IINDUMISO 68:20 ගවේෂණය කරන්න