1
IINDUMISO 66:18
IBHAYIBHILE
XHO96
Ukuba ndandizigushile izono zam uMhlekazi ebengayi kundiphulaphula.
සසඳන්න
IINDUMISO 66:18 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 66:20
Ngenene ngowokubongwa uThixo. Yena akakhalalanga ndakuzibika kuye; akazibandezanga izibele zothando lwakhe.
IINDUMISO 66:20 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 66:3
Dandulukani, nithi kuThixo: “Iyamangalisa imisebenzi yakho; ubungangamsha bakho bunabile; buzitsho neentshaba zakho zinkwantye.
IINDUMISO 66:3 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 66:1-2
Khanitsho ngentsholo nidumisa, nibong' uThixo, nonke bemi behlabathi! Culani nidumise isidima sakhe; khanimtyibele nimemelele!
IINDUMISO 66:1-2 ගවේෂණය කරන්න
5
IINDUMISO 66:10
Kaloku, wena Thixo, usivavanyile; usicikide njengesiliva.
IINDUMISO 66:10 ගවේෂණය කරන්න
6
IINDUMISO 66:16
Nonke nina nimhlonelayo uThixo, yizani ndinibonise izinto andenzele zona.
IINDUMISO 66:16 ගවේෂණය කරන්න