YouVersion
Pictograma căutare

UMATEWU 14:30-31

UMATEWU 14:30-31 XHO96

Kodwa akuva amandla omoya, usuke woyika, wathi, esaqala ukutshona, wakhala esithi: “Nkosi, ndisindise!” Kwangoko uYesu wasolula isandla sakhe, wambamba, wathi: “Wena ulukholo luncinane, bekutheni na ukuba uthandabuze?”

Citește UMATEWU 14

Planuri de citire și Devoționale gratuite în legătură cu UMATEWU 14:30-31