UHOSIYA 4:1
UHOSIYA 4:1 XHO96
Hoyina; hoyina, maSirayeli! Phulaphulani ilizwi *likaNdikhoyo! Kaloku uNdikhoyo unesikhalazo, umangalela abemi beli lizwe: “Akukho tu ukunyaniseka nokuthembeka; akazelwe nto uThixo kweli lizwe.