YouVersion
Pictograma căutare

UHABHAKUKI 3:17-18

UHABHAKUKI 3:17-18 XHO96

Noba ungade ungadubuli umkhiwane, umdiliya ungabi nazo neziqhamo, nokuba awungevelisi nto umnquma, namasimi ngokwawo angabi nasivuno, zingade zingabikho iigusha esibayeni, nobuhlanti bungabi nazo nazinkomo, ewe, khona kungade kube njalo, kodwa mna ndochwayita kuNdikhoyo, ndibe nemihlali kuThixo ondisindisayo.

Citește UHABHAKUKI 3

Imagini verset pentru UHABHAKUKI 3:17-18

UHABHAKUKI 3:17-18 - Noba ungade ungadubuli umkhiwane,
umdiliya ungabi nazo neziqhamo,
nokuba awungevelisi nto umnquma,
namasimi ngokwawo angabi nasivuno,
zingade zingabikho iigusha esibayeni,
nobuhlanti bungabi nazo nazinkomo,
ewe, khona kungade kube njalo,
kodwa mna ndochwayita kuNdikhoyo,
ndibe nemihlali kuThixo ondisindisayo.UHABHAKUKI 3:17-18 - Noba ungade ungadubuli umkhiwane,
umdiliya ungabi nazo neziqhamo,
nokuba awungevelisi nto umnquma,
namasimi ngokwawo angabi nasivuno,
zingade zingabikho iigusha esibayeni,
nobuhlanti bungabi nazo nazinkomo,
ewe, khona kungade kube njalo,
kodwa mna ndochwayita kuNdikhoyo,
ndibe nemihlali kuThixo ondisindisayo.

Planuri de citire și Devoționale gratuite în legătură cu UHABHAKUKI 3:17-18