Ivangeli ka‐Mateyu 9:35

Ivangeli ka‐Mateyu 9:35 XHO1902A

WAZA u‐Yesu wajikajikela izixeko zonke nemizi, efundisa ezindlwini zentlanganiso zabo, eshumayela ivangeli yobukumkani, epilisa zonke izifo nazo zonke izikuhlane ebantwini.

Gratis leesplannen en overdenkingen die te maken hebben met Ivangeli ka‐Mateyu 9:35