Ivangeli ka‐Mateyu 4:1-2

Ivangeli ka‐Mateyu 4:1-2 XHO1902A

WANDULA u‐Yesu wakatshelwa entlango NGUMOYA, ukuba alingwe ngu‐Satane. Wati akuba ezilile ukutya imini ezimashumi mane, nobusuku obumashumi mane, wada walamba.

Gratis leesplannen en overdenkingen die te maken hebben met Ivangeli ka‐Mateyu 4:1-2