Ivangeli ka‐Johane 3:16

Ivangeli ka‐Johane 3:16 XHO1902A

Ngokuba UTIXO walitanda ilizwe kangaka, wada wanika unyana wake okupela kwozelweyo, ukuze osukuba ekolwa kuye angabubi, koko abe nobomi obungunapakade.

Gratis leesplannen en overdenkingen die te maken hebben met Ivangeli ka‐Johane 3:16