1
EYEZIQALO 30:22
IBHAYIBHILE
XHO96
UThixo wamva uRakeli, wayiphendula imithandazo yakhe, wamvula wazala.
तुलना
अन्वेषण गर्नुहोस् EYEZIQALO 30:22
2
EYEZIQALO 30:24
Wathi ke igama layo nguJosefu, esithi: “Wanga uNdikhoyo angandongezela kwaenye inkwenkwe.”
अन्वेषण गर्नुहोस् EYEZIQALO 30:24
3
EYEZIQALO 30:23
Wakhawula, wazala inkwenkwe. Wathi: “UThixo ulisusile ihlazo lam.”
अन्वेषण गर्नुहोस् EYEZIQALO 30:23