1
IINDUMISO 149:4
IBHAYIBHILE
XHO96
Kaloku uNdikhoyo akaziva ngosapho lwakhe; abazithobayo ubathi jize ngoloyiso!
နှိုင်းယှဉ်
IINDUMISO 149:4ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
IINDUMISO 149:6
mayitsho ngentsholo idumisa uThixo, amakrele abazwe macala esezandleni
IINDUMISO 149:6ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
IINDUMISO 149:1
Aa! Bayethe, Mhlekazi! Memelelani niculele *uNdikhoyo ingoma entsha abongwa ngayo ebandleni lakhe labanyanisekileyo!
IINDUMISO 149:1ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။