1
IZAFOBE 13:20
IBHAYIBHILE
XHO96
Umntu ovana nezilumko naye uba sisilumko; ke yena otshomana nezityhakala uyenzakala.
နှိုင်းယှဉ်
IZAFOBE 13:20ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
IZAFOBE 13:3
Lowo uwubopha ngomkhala umlomo wakhe ukhusela ubomi bakhe; kanti ke yena othetha gqitha uyazenzakalisa.
IZAFOBE 13:3ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
IZAFOBE 13:24
Umntu ongalusebenzisiyo uswazi umthiyile umntwana wakhe; kanti ke yena omthandayo uyamqeqesha ngokufanelekileyo.
IZAFOBE 13:24ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
4
IZAFOBE 13:12
Umnqweno ongafezekiyo uyamngcungcuthekisa umntu; kanti ke wakufezeka umnqweno ufana nomthi onika ubomi.
IZAFOBE 13:12ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
5
IZAFOBE 13:6
Ubulungisa bulondoloza ihambo yomntu othe ngqo; kanti ke inkohlakalo iyambhukuqa umoni.
IZAFOBE 13:6ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
6
IZAFOBE 13:11
Ubutyebi obufumaneka bumini buphuncuka lula; obufumaneka ngendlela ecothayo buya busanda ngokwanda.
IZAFOBE 13:11ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
7
IZAFOBE 13:10
Ikratshi liphembelela ingxabano; ke bona ubulumko buzuzwa ngabo bamkela iingcebiso.
IZAFOBE 13:10ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
8
IZAFOBE 13:22
Umfo obhadlileyo ubashiyela ilifa abazukulwana bakhe, ke bona ubutyebi besityhakala lilifa lamalungisa.
IZAFOBE 13:22ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
9
IZAFOBE 13:1
Unyana osisilumko uyayithobela ingqeqesho kayise; ke yena ongumgxeki akakufuni ukululekwa.
IZAFOBE 13:1ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
10
IZAFOBE 13:18
Umntu ongakhathalele ngqeqesho ulandelwa kukuhlazeka nobuhlwempu, ke yena oziphulaphulayo iziluleko uyahlonelwa.
IZAFOBE 13:18ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။