1
I‐Genesise 32:28
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Yandula yati: Asi ngo‐Yakobi eliya kubuya libizwe igama lako, koko liya kubizwa ngo‐Sirayeli: ngokuba wenzile ngobukosi ngakuye UTIXO nangakubo abantu, weyisa ke.
താരതമ്യം
I‐Genesise 32:28 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
I‐Genesise 32:26
Yaisiti: Ndiyeke, ngokuba sise sipumile isifingo. Koko wati: Andiyi kukuyeka, kupela nxa unditamsanqeleyo.
I‐Genesise 32:26 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
I‐Genesise 32:24
Kanti u‐Yakobi wasala yedwa; kwaza kwazamana naye indoda side sapuma isifingo.
I‐Genesise 32:24 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
I‐Genesise 32:30
Waye u‐Yakobi wabiza igama lalondawo nge‐Peniyeli: ngokuba, watsho, ndibonene NOTIXO ubuso ngobuso, wasinda umpefumlo wam noko.
I‐Genesise 32:30 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
5
I‐Genesise 32:25
Eyati, yakubona ukuba ayimeyisi, yacukumisa ilungu letanga lake; laza laṙuneka ilungu letanga lika‐Yakobi, nxa ibizamana naye.
I‐Genesise 32:25 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
6
I‐Genesise 32:27
Yaza yati kuye: Ngubanina igama lako? Wati: Ngu‐Yakobi.
I‐Genesise 32:27 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
7
I‐Genesise 32:29
Wayebuza u‐Yakobi, wati: Zuxele igama lako. Yaisiti: Kunganina ukuba ubuze igama lam? Yaza yamtamsanqela kona apo.
I‐Genesise 32:29 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
8
I‐Genesise 32:10
Ndimncinane mna kuzo zonke izibele, nakuyo yonke inyaniso, ozenzele isicaka sako; ngokuba bekunomsimelelo wam ndawela i‐Yoredane le, kanti kaloku sendiyimikosi mibini.
I‐Genesise 32:10 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
9
I‐Genesise 32:32
Ngako oko usapo luka‐Sirayeli alutyi umsipa owabufinyela, lowo upezu kwelungu letanga, kude kube yimini yanamhla; ngokokuba ibicukumisile ilungu letanga lika‐Yakobi emsipeni owafinyelayo.
I‐Genesise 32:32 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
10
I‐Genesise 32:9
Waza u‐Yakobi wati: TIXO wobawo u‐Abrahame, NOTIXO wobawo u‐Yisake, YEHOVA owabusiti kum: Buyela elizweni lakowenu, nasesalamaneni sako, ndandiya kukupata ngokulungileyo!
I‐Genesise 32:9 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
11
I‐Genesise 32:11
Zundihlangule esandleni somkuluwe wam, esandleni sika‐Esau; ngokuba ndimoyika yena, hleze uya kuza andibete, kwa nonina kunye nabantwana.
I‐Genesise 32:11 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക