1
I‐Kesodusi 22:22-23
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Aniyi kubandezela namnye umhlolokazi nenkedama. Ukuba uka ubabandezele, nokuba baka bakale kum, ndiya kukuva ngenyaniso ukukala kwabo
താരതമ്യം
I‐Kesodusi 22:22-23 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
I‐Kesodusi 22:21
Akuyi kumkataza owasemzini, akuyi kumucinezela kanjako; ngokuba nibe ningabasemzini ezweni le‐Jipete.
I‐Kesodusi 22:21 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
I‐Kesodusi 22:18
Akuyi kuvuma isanusekazi sipile.
I‐Kesodusi 22:18 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
I‐Kesodusi 22:25
Ukuba uyaboleka omnye wabantu bam olihlwempu ngakuwe imali, akuyi kuba kuye njengomboleki obang’ inzuzo; akuyi kubeka pezu kwake inzuzo enkulu.
I‐Kesodusi 22:25 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക