1
UMATEWU 19:26
IBHAYIBHILE
XHO96
Waza uYesu wabakhangela wathi: “Abantu bona abanako ukuyenza le nto, kodwa yena uThixo unako ukuzenza zonke izinto.”
താരതമ്യം
UMATEWU 19:26 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
UMATEWU 19:6
Ke ngoko àbasebabini, koko banye. Abo ke uThixo abamanyileyo mabangahlulwa mntu.”
UMATEWU 19:6 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
UMATEWU 19:4-5
Wabaphendula wathi: “Aniyifundanga na *eziBhalweni le ndawo ithi: ‘UMdali wabadala kwasekuqalekeni bayindoda nomfazi. Yiyo ke loo nto indoda ishiya uyise nonina nje, inamathele kumkayo, baze bamanyane’ ?
UMATEWU 19:4-5 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
UMATEWU 19:14
waza uYesu wathi: “Bayekeni abantwana beze kum, ningabanqandi, kuba ábalawulwa nguThixo ngabanjengabo.”
UMATEWU 19:14 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
5
UMATEWU 19:30
Baninzi phofu abaya kuthi bengabokuqala babe ngabokugqibela, nabokugqibela abaya kuba ngabokuqala.”
UMATEWU 19:30 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
6
UMATEWU 19:29
Wonke umntu oncame ikhaya nokuba ngabantakwabo, nokuba ngoodade wabo, nokuba nguyise, nokuba ngunina, nokuba ngabantwana, nokuba ngamasimi, ngenxa yegama lam, uya kwamkela ngokuphinda-phindiweyo, abe nenxaxheba kubomi obungunaphakade.
UMATEWU 19:29 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
7
UMATEWU 19:21
UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukufeza konke ngokupheleleyo, hamba uye kuzithengisa zonke izinto onazo, wabele amahlwempu imali leyo; woba nobutyebi ezulwini; uze kum ke, undilandele.”
UMATEWU 19:21 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
8
UMATEWU 19:17
UYesu wathi kuye: “Kutheni ukuba undibuze ngokulungileyo? Mnye kuphela olungileyo. Ukuba ufuna ukubudla ubomi, yigcine imiyalelo.”
UMATEWU 19:17 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
9
UMATEWU 19:24
Kananjalo ndithi kuni, kungálula ukuba inkamela iphumele entunjeni yenaliti, kunokuba isityebi sixhamle ubuncwane bokulawulwa nguThixo.”
UMATEWU 19:24 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
10
UMATEWU 19:9
Ke mna ndithi kuni, othe wamala umfazi wakhe, engakrexezanga, aze athathe omnye, nguye okrexezayo.”
UMATEWU 19:9 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
11
UMATEWU 19:23
Waza uYesu wathi kubafundi bakhe: “Ndithi kuni, inene, kunzima kakhulu ukuba isityebi sibuxhamle ubuncwane bokulawulwa nguThixo.
UMATEWU 19:23 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക