1
UMATEWU 18:20
IBHAYIBHILE
XHO96
kuba apho bathe bahlangana khona egameni lam ababini nokuba ngabathathu, nam ndikho phakathi kwabo.”
താരതമ്യം
UMATEWU 18:20 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
UMATEWU 18:19
“Kananjalo ndithi kuni, ukuba ababini kuni bathe bavana emhlabeni nangayiphi na indawo abanesicelo ngayo, baya kuyenzelwa nguBawo osezulwini
UMATEWU 18:19 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
UMATEWU 18:2-3
UYesu wabizela umntwana kuye, wammisa phambi kwabo, wathi: “Ndithi kuni, inene, ukuba anithanga nijike nibe njengabantwana, anisoze nifikelele kumgangatho wabalawulwa nguThixo.
UMATEWU 18:2-3 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
UMATEWU 18:4
Oyena mkhulu kwabalawulwa nguThixo ngulowo uzithobayo abe njengalo mntwana.
UMATEWU 18:4 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
5
UMATEWU 18:5
Othe egameni lam wamkela nokuba mnye onje, wamkela mna.”
UMATEWU 18:5 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
6
UMATEWU 18:18
“Ndithi kuni, inene, konke enithe nakubopha emhlabeni, kuya kubotshwa nasezulwini; nako konke enithe nakukhulula emhlabeni, kuya kukhululwa nasezulwini.
UMATEWU 18:18 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
7
UMATEWU 18:35
Uya kwenjenjalo ke nakuni uBawo osezulwini, ukuba anithanga nonke ngabanye nawaxolela ngokupheleleyo amawenu iziphoso zawo.”
UMATEWU 18:35 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
8
UMATEWU 18:6
“Othe wakhubekisa nokuba mnye waba bancinane bakholwayo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila entanyeni, antywiliselwe enzonzobileni yolwandle.
UMATEWU 18:6 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
9
UMATEWU 18:12
“Nithini ke nina? Ukuba ubani unekhulu leegusha, kuze kulahleke ibe nye kuzo, akayi kuzishiya na edlelweni ezo zimashumi alithoba anethoba, aye kufuna leyo ilahlekileyo?
UMATEWU 18:12 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക