Ivangeli ka‐Luke 8:24

Ivangeli ka‐Luke 8:24 XHO1902A

Beza kuye bamvusa, besiti: Nkosi, Nkosi, siyabuba! Wavuka ke wakalimela umoya nokulwa kwamanzi; kwapeza ke, kwaza kwabako ukuzola.

Ivangeli ka‐Luke 8:24: 관련 무료 묵상 계획