Ivangeli ka‐Luke 11:2

Ivangeli ka‐Luke 11:2 XHO1902A

Wayesiti kubo: Xeshekweni nitandazayo, yitini: Bawo wetu osezulwini! Malipatwe ngobungcwele igama lako. Ubukumkani bako mabufike. Intando yako mayenziwe emhlabeni, njengokuba isenziwa ezulwini.

Ivangeli ka‐Luke 11:2: 관련 무료 묵상 계획