YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

U‐Hobadiya 1 - 인기 성경 구절

1

U‐Hobadiya 1:17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa entabeni ye‐Ziyone kuya kubako ukusinda, yaiya kuba bungcwele; yoti indlu ka‐Yakobi ifuye imfuyo zabo.

비교

U‐Hobadiya 1:17 살펴보기

2

U‐Hobadiya 1:15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba umhla KAYEHOVA ukufupi ngakuzo zonke izizwe; njengoko ukwenzileyo, kuya kwenziwa kuwe; impindezelo yako yobuyela pezu kweyako intloko.

비교

U‐Hobadiya 1:15 살펴보기

3

U‐Hobadiya 1:3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ir̔atshi lentliziyo yako likukohlisile, wena umiyo emifanteni yeliwa, okuhlala kupezulu; oti entliziyweni yake: Ngubanina oya kundihlisela emhlabeni?

비교

U‐Hobadiya 1:3 살펴보기

4

U‐Hobadiya 1:4

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nakuba ubuya kuzipakamisa njengokozi, nakuba ubuya kuyibeka indlu yako pakati kwenkwenkwezi, ndokuhlisa kwa kona, utsho UYEHOVA.

비교

U‐Hobadiya 1:4 살펴보기

U‐Hobadiya 1: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트