YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

U‐Jona 1 - 인기 성경 구절

1

U‐Jona 1:3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa u‐Jona wesuka ukuba asabele e‐Tareshishe, esaba ebusweni BUKAYEHOVA; wehla waya e‐Jopa, wayifumana inqanawa isiya e‐Tareshishe, wanika umvuzo wayo, wangena kuyo, ukuba ahambe nabo ukuya e‐Tareshishe, esaba ebusweni BUKAYEHOVA.

비교

U‐Jona 1:3 살펴보기

2

U‐Jona 1:17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kekaloku UYEHOVA ebemisele intlanzi enkulu ukuba imginye u‐Jona. Wabentsuku ntatu u‐Jona esiswini sentlanzi leyo.

비교

U‐Jona 1:17 살펴보기

3

U‐Jona 1:12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wayesiti kuwo: Ndifunquleni, nindiposele elwandle; luya kwandula ulwandle lunizolele; ngokuba ndisazi kungenxa yam oluqwitela lukulu lupezu kwenu.

비교

U‐Jona 1:12 살펴보기

U‐Jona 1: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트