1
Ivangeli ka‐Maraki 5:34
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Wayesiti kuye: Ntombi! ukolo lwako lukupilisile; hamba ngoxolo, ube upilile kwesosibulawa sako.
비교
Ivangeli ka‐Maraki 5:34 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Maraki 5:25-26
Kekaloku umfazi otile obenegqita legazi iminyaka yalishumi linamibini, obevile nezinto ezininzi ngamagqir̔a, waci̔ta konke abenako, engancedwanga luto noko, kodwa waba mandundu ngakumbi
Ivangeli ka‐Maraki 5:25-26 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Maraki 5:29
Wasuka watsha kwa oko umtombo wegazi lake, wazazela ngomzimba wake ukuba upilisiwe kwesosibulawa.
Ivangeli ka‐Maraki 5:29 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Maraki 5:41
Waza wabamba isandla somntwana, wati kuye: Talita, kumi! okukuti ngokukunyushwa: Ntombazana, nditi kuwe, vuka!
Ivangeli ka‐Maraki 5:41 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Maraki 5:35-36
Nxa abesateta, kwafika abakokwabo umpati wendlu yentlanganiso, besiti: Intombi yako ifile; yinina ukuba usamkataza umfundisi? Kuloko u‐Yesu, elivile nje elozwi libe litetwa, waselesiti kumpati wendlu yentlanganiso: Ungoyiki; kolwa kodwa.
Ivangeli ka‐Maraki 5:35-36 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Maraki 5:8-9
Ngokuba ebesiti kuye: Puma emntwini, wena moya onco̔lileyo! Wabembuza kanjalo, esiti: Ngubanina igama lako? Wapendula ke esiti: Ngu‐Bandlalikulu igama lam; ngokuba sibaninzi.
Ivangeli ka‐Maraki 5:8-9 살펴보기