1
Ivangeli ka‐Maraki 4:39-40
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Waza wavuka wakalimela umoya, wati kulwandle: Tutu, yiti cwaka! Wadamba ke umoya, kwaza kwabako ukuzola okukulu. Wayesiti kubo: Yinina ukuba ninobugwala obungakanana? kunganina lento ningenalo ukolo?
비교
Ivangeli ka‐Maraki 4:39-40 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Maraki 4:41
Boyika ke ngokwoyika okululu, bati omnye kwomnye: Ngubanina kanti lo, eviwa nje nangumoya nalulwandle?
Ivangeli ka‐Maraki 4:41 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Maraki 4:38
Waye yena ebesendaweni yasemva, elele pezu kwomqamelo: basuka bamvusa, bati kuye: Mfundisi! akukatali na kukuba sibuba?
Ivangeli ka‐Maraki 4:38 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Maraki 4:24
Wayesiti kubo: Kulumkeni oko nikuvayo. Ukulinganisa enilinganisa ngako, kwolinganiselwa nina; kwakuya kuti kuni nivayo kwalekelwe ngakumbi.
Ivangeli ka‐Maraki 4:24 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Maraki 4:26-27
Wayesiti: Bunjalo ubukumkani BUKATIXO, njengokungati umntu waposa imbewu emhlabeni, waza walala wavuka ubusuku nemini, yati imbewu yantsula yakula ngendawo angayaziyo.
Ivangeli ka‐Maraki 4:26-27 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Maraki 4:23
Ukuba kuko onendlebe zokuva, makeve.
Ivangeli ka‐Maraki 4:23 살펴보기