YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Ivangeli ka‐Mateyu 8 - 인기 성경 구절

1

Ivangeli ka‐Mateyu 8:26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wayesiti kubo: Yinina ukuba ninobugwala, nina balukolo luncinane? Wandula wavuka wakalimela imimoya nolwandle, kwaza kwabako ukuzola okukulu.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 8:26 살펴보기

2

Ivangeli ka‐Mateyu 8:8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Yaza yapendula inkosikulu yati: Nkosi! andifanelekile ukuba ungene ngapantsi kwentungo yendlu yam; teta libe lilizwi kodwa, sasiya kuti isicaka sam sipiliswe.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 8:8 살펴보기

3

Ivangeli ka‐Mateyu 8:10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza u‐Yesu akuva oku wati nqa, wati kwabalandelayo: Ngokwenene nditi kuni, andifumananga lukolo olungaka nakwa‐Sirayeli.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 8:10 살펴보기

4

Ivangeli ka‐Mateyu 8:13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza wati u‐Yesu kwinkosikulu: Hamba, makube njalo kuwe njengokukolwa kwako. Sati isicaka sayo sapiliswa kwa ngeloxeshana.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 8:13 살펴보기

5

Ivangeli ka‐Mateyu 8:27

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Bati nqa ke abantu abo, besiti: ngumntu ote nina lo, lento aviwa nayimimoya nalulwandle!

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 8:27 살펴보기

Ivangeli ka‐Mateyu 8: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트