1
Ivangeli ka‐Mateyu 3:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Velisani ngoko izixakato eziyelelana noguquko
비교
Ivangeli ka‐Mateyu 3:8 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Mateyu 3:17
Kanjalo bona ke, ilizwi lavela ezulwini, lisiti: Lo ungunyana wam otandiweyo, endikolisiweyo kakuhle nguye.
Ivangeli ka‐Mateyu 3:17 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Mateyu 3:16
Waza wati u‐Yesu, akuba ebapitizeshiwe, waselenyuka emanzini; kekaloku bona ke, izulu lavulekela kuye, waza wabona UMOYA KATIXO esihla njengehobe, esiza pezu kwake.
Ivangeli ka‐Mateyu 3:16 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Mateyu 3:11
Mna okunene ndiyanibapitizesha ngamanzi lube luguquko; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla amakulu kwawam, endingafanelekile ukutwala izihlangu zake; yena wonibapitizesha NGOMOYA OYINGCWELE nangomlilo
Ivangeli ka‐Mateyu 3:11 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Mateyu 3:10
Kanjako izembe lise libekwe ngasezingcanjeni zemiti: iti ngoko yonke imiti engavelisi izixakato ezilungileyo igaulwe, iposwe emlilweni.
Ivangeli ka‐Mateyu 3:10 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Mateyu 3:3
Ngokuba enguye lo kwatetwa ngaye ngu‐Yisaya umprofite, esiti: Ilizwi lodandulukayo entlango: Lungisani indlela KAYEHOVA; yenzani imendo yake ilungelelane.
Ivangeli ka‐Mateyu 3:3 살펴보기