Ivangeli ka‐Mateyu 3:16

Ivangeli ka‐Mateyu 3:16 XHO1902A

Waza wati u‐Yesu, akuba ebapitizeshiwe, waselenyuka emanzini; kekaloku bona ke, izulu lavulekela kuye, waza wabona UMOYA KATIXO esihla njengehobe, esiza pezu kwake.

Ivangeli ka‐Mateyu 3:16: 관련 무료 묵상 계획