1
Ivangeli ka‐Mateyu 26:41
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Lindani nitandaze, ukuze ningangeni ekulingweni: umoya okunene uyavuma, kodwa inyama ibutataka.
비교
Ivangeli ka‐Mateyu 26:41 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Mateyu 26:38
Wandula wati kubo: Umpefumlo wam ulusizi kakulu kude kube sekufeni; hlalani apa, nilinde nam.
Ivangeli ka‐Mateyu 26:38 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Mateyu 26:39
Waza waya umganyana ngapambili, wawa ngobuso bake, etandaza, esiti nokuti: Bawo! ukuba kungenzeka, makudlule kum indebe le: noko makungabi njengokuba nditanda mna, makube njengokuba utanda wena.
Ivangeli ka‐Mateyu 26:39 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Mateyu 26:28
ngokuba le iligazi lam, elocebano olutsha, elipalazelwa abaninzi kube kukuxolelwa kwezono.
Ivangeli ka‐Mateyu 26:28 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Mateyu 26:26
Kekaloku nxa bebesitya, watabata u‐Yesu isonka, wabulela, waqezula, wanika abadisipile, wati: Tabatani, nitye; esi singumzimba wam.
Ivangeli ka‐Mateyu 26:26 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Mateyu 26:27
Kanjalo watabata indebe, wabulela, wabanika, esiti: Selani kuyo nonke
Ivangeli ka‐Mateyu 26:27 살펴보기
7
Ivangeli ka‐Mateyu 26:40
Wayesiza kubadisipile, wabafumana belele, wati ku‐Petrosi: Kanene beningelinde nam iyure ibe nye na?
Ivangeli ka‐Mateyu 26:40 살펴보기
8
Ivangeli ka‐Mateyu 26:29
Kodwa nditi kuni: Andisayi kusela emveni kwoku kwesisiqa̔mo somti weveyine, kude kube yimini leyo, okuya ndisiselayo nani sisitsha ebukumkanini BUKABAWO.
Ivangeli ka‐Mateyu 26:29 살펴보기
9
Ivangeli ka‐Mateyu 26:75
Waza u‐Petrosi wakumbula ilizwi lika‐Yesu, abelitshilo kuye ukuti: Ingekalili inkuku, uya kundikanyela katatu. Waselepuma ngapandle, walila ngento ebuṙaṙa.
Ivangeli ka‐Mateyu 26:75 살펴보기
10
Ivangeli ka‐Mateyu 26:46
vukani, sihambe; nanku esel’ ekufupi ondingcatshayo.
Ivangeli ka‐Mateyu 26:46 살펴보기
11
Ivangeli ka‐Mateyu 26:52
Wandula wati u‐Yesu kuye: Sibuyisele endaweni yaso isiṙele sako; ngokuba bonke abasitabatayo isiṙele beya kububa ngesiṙele.
Ivangeli ka‐Mateyu 26:52 살펴보기