1
Ivangeli ka‐Mateyu 25:40
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Waeya kupendula ukumkani ati kubo: Ngokwenene nditi kuni: Ngendawo yokuba nibe nisenje njalo kwomnye waba abazalwana bam noko amncinane kubo bonke, nibe nisenje njalo kum.
비교
Ivangeli ka‐Mateyu 25:40 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Mateyu 25:21
Yaza yati kuso inkosi yaso: Ukolisile, sicaka esilungileyo esinyanisekileyo! ubunyanisekile pezu kwezinto ezincinane, ndokumisela pezu kwezinto ezininzi; ngena eluyolweni lwenkosi yako.
Ivangeli ka‐Mateyu 25:21 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Mateyu 25:29
Ngokuba bonke abanako beya kupiwa, babeya kwanezelelwa; kanti ongenako, uya kuhlutwa kwa oko anako.
Ivangeli ka‐Mateyu 25:29 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Mateyu 25:13
Lindani ke ngoko; ngokuba ningayazi imini kwa neyure unyana wesintu uza ngayo.
Ivangeli ka‐Mateyu 25:13 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Mateyu 25:35
ngokuba bendilambile, naza nandipa ukutya; bendinxaniwe, naza nandiseza; bendingowasemzini, naza nandamkela endlwini
Ivangeli ka‐Mateyu 25:35 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Mateyu 25:23
Yati kuso inkosi yaso: Ukolisile, sicaka esilungileyo esinyanisekileyo! ubunyanisekile pezu kwezinto ezincinane, ndokumisela pezu kwezinto ezininzi; ngena eluyolweni lwenkosi yako.
Ivangeli ka‐Mateyu 25:23 살펴보기
7
Ivangeli ka‐Mateyu 25:36
bendizé, naza nandambesa; bendisifa, naza nandilunguza; bendisentolongweni, neza kum ke.
Ivangeli ka‐Mateyu 25:36 살펴보기