1
Ivangeli ka‐Mateyu 14:30-31
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kodwa ebona umoya unamandla woyika; wati esel’ eqala ukuntywila wakala, esiti: Nkosi, ndisindise! Wasuka wolula isandla u‐Yesu, wambamba, wati kuye: Wena ukolo luncinane! wabutandabuza nganina?
비교
Ivangeli ka‐Mateyu 14:30-31 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Mateyu 14:30
Kodwa ebona umoya unamandla woyika; wati esel’ eqala ukuntywila wakala, esiti: Nkosi, ndisindise!
Ivangeli ka‐Mateyu 14:30 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Mateyu 14:27
Wasuka wateta kubo u‐Yesu, esiti: Yomelelani; ndim, musani ukwoyika.
Ivangeli ka‐Mateyu 14:27 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Mateyu 14:28-29
Waza u‐Petrosi wapendula kuye wati: Nkosi! ukuba nguwe, xela ukuba ndize kuwe pezu kwamanzi. Wayesiti: Yiza. Waza wehla u‐Petrosi enqanaweni, wahamba pezu kwamanzi, ukuya ku‐Yesu.
Ivangeli ka‐Mateyu 14:28-29 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Mateyu 14:33
Bandula abo basenqanaweni beza bambedesha, besiti: Ngenyaniso ungunyana KATIXO.
Ivangeli ka‐Mateyu 14:33 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Mateyu 14:16-17
Kodwa u‐Yesu wati kubo: Azifanele ukumka; zipeni nina ukuba zitye. Baza bati kuye: Asinanto apa, kupela izonka zizihlanu nentlanzi zizimbini.
Ivangeli ka‐Mateyu 14:16-17 살펴보기
7
Ivangeli ka‐Mateyu 14:18-19
Wayesiti: Zisani zona kum apa. Waza wayalela izihlwele ukuba zihlale pantsi etyanini, watabata izonka zozihlanu nentlanzi zombini, wati, ekangele ngasezulwini, wabulela, waqezula, wanikela izonka kubadisipile, bati abadisipile banikela kwizihlwele.
Ivangeli ka‐Mateyu 14:18-19 살펴보기
8
Ivangeli ka‐Mateyu 14:20
Batya ke bonke, bahluta: kanjalo kwasuswa amaqezu aseleyo, izitya zazilishumi linazibini zizele.
Ivangeli ka‐Mateyu 14:20 살펴보기