Ivangeli ka‐Mateyu 14:16-17

Ivangeli ka‐Mateyu 14:16-17 XHO1902A

Kodwa u‐Yesu wati kubo: Azifanele ukumka; zipeni nina ukuba zitye. Baza bati kuye: Asinanto apa, kupela izonka zizihlanu nentlanzi zizimbini.

Ivangeli ka‐Mateyu 14:16-17: 관련 무료 묵상 계획