YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Izenzo zabapostile 27 - 인기 성경 구절

1

Izenzo zabapostile 27:25

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngako, madoda! yibani nokucwayita; ngokuba ndikolwa NGUTIXO, ukuba kwoba njalo kwa njengokuba kutetiwe kum.

비교

Izenzo zabapostile 27:25 살펴보기

2

Izenzo zabapostile 27:23-24

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba bekumi ngakum ngobubusuku ingelosi KATIXO, lowo endingowake, nendimkonzayo, isiti: Ungoyiki, Paulusi! ufanele ukuma pambi kwo‐Kesare; kanjalo bona ke, UTIXO ukupile bonke abaselisha nawe.

비교

Izenzo zabapostile 27:23-24 살펴보기

3

Izenzo zabapostile 27:22

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nokwakaloku nje ndiyaniyala ukuba nibe nokucwayita: ngokuba kungayi kuba kulahlwa kwobomi bomnye umntu kuni, kwoba kokwenqanawa kupela.

비교

Izenzo zabapostile 27:22 살펴보기

Izenzo zabapostile 27: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트