YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Izenzo zabapostile 26 - 인기 성경 구절

1

Izenzo zabapostile 26:17-18

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ndikuhlangula ebantwini nasebaheyidenini, endikutuma kubo kaloku; ukuba uvule amehlo abo, ukuze baguquke ebumnyameni bangene ekukanyeni, nasemandleni ka‐Satane beze KUTIXO, ukuze bamkele ukuxolelwa kwezono, nelifa pakati kwabenziwe ngcwele, ngalo ukolo olungakum.

비교

Izenzo zabapostile 26:17-18 살펴보기

2

Izenzo zabapostile 26:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa suka, ume ngenyawo zako: ngokuba ndibonakalele oku kuwe, ukuba ndikumisele ube ngumkonzi nenqi̔na, nangezozinto uzibonileyo, nangezo endiya kubonakala kuwe kuzo

비교

Izenzo zabapostile 26:16 살펴보기

3

Izenzo zabapostile 26:15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ndaza ndati mna: Ungubanina, NKOSI? Yayisiti yona: Mna ndingu‐Yesu, lowo umtshutshisayo.

비교

Izenzo zabapostile 26:15 살펴보기

4

Izenzo zabapostile 26:28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza u‐Agiripa wati ku‐Paulusi: Upantsi kundicenga ukuba ndibe ngum‐Kristu.

비교

Izenzo zabapostile 26:28 살펴보기

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트