1
Izenzo zabapostile 14:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
besiti nokuti: Madoda! yinina ukuba nenze ezizinto? nati singabantu abamilo ifana neyenu, sishumayela kuni ukuba maniguquke kwezizinto ezingendawo niguqukele kuye UTIXO ohleliyo, owenza izulu, nomhlaba, nolwandle, nento zonke ezikuzo
비교
Izenzo zabapostile 14:15 살펴보기
2
Izenzo zabapostile 14:9-10
yona le yabisiva u‐Paulusi eteta; owabeka amehlo pezu kwayo, waza akubona ukuba inokolo lwokupiliswa, wati ngelizwi elikulu: Suka ume ngenyawo zako upakamile. Yaza yatsiba yahamba.
Izenzo zabapostile 14:9-10 살펴보기
3
Izenzo zabapostile 14:23
Kekaloku bebabalulele abadala iṙemente ngeṙemente, betandazile kunye nokuzila ukutya, bababekela ENKOSINI abebekoliwe kuyo.
Izenzo zabapostile 14:23 살펴보기