YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Izenzo zabapostile 13 - 인기 성경 구절

1

Izenzo zabapostile 13:2-3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kekaloku nxa bebesenza isikonzo KWINKOSI, bezila ukutya kanjalo, wati UMOYA OYINGCWELE: Ndahluleleni ke u‐Banabasi no‐Saulusi kulomsebenzi endibabizeleyo kuwo. Bandula bati, bakuba bezilile ukutya, betandazile nokutandaza, bebekile izandla pezu kwabo babandulula.

비교

Izenzo zabapostile 13:2-3 살펴보기

2

Izenzo zabapostile 13:39

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

nokuba ngaye lo osukuba ekolwa uyakululwa kuzo zonke izinto, enibe nikohliwe kukukululwa kuzo ngomteto ka‐Mosesi.

비교

Izenzo zabapostile 13:39 살펴보기

3

Izenzo zabapostile 13:47

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ngokuba INKOSI isiyalele ngokunjalo, isiti: Ndikubekele ukuba lukanyiso lwabaheyideni, ukuze ube ngowosindiso kude kube sekupeleni kwomhlaba.

비교

Izenzo zabapostile 13:47 살펴보기

Izenzo zabapostile 13: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트