YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

EYONQULO 19 - 인기 성경 구절

1

EYONQULO 19:18

IBHAYIBHILE

XHO96

Ze ningaziphindezeli mntwini, okanye nimbambe isixhiba, koko nina mthandeni ummelwane wenu, kanye ngale ndlela nizithanda ngayo. Kutsho mna Ndikhoyo.

비교

EYONQULO 19:18 살펴보기

2

EYONQULO 19:27-28

IBHAYIBHILE

XHO96

Xa nizilela abangasekhoyo ze ningazichebi iinwele ezisemacaleni entloko, neendevu ningaziphunguli. Ze ningavambi, ningenzi ntlanga emzimbeni. Kutsho mna Ndikhoyo.

비교

EYONQULO 19:27-28 살펴보기

3

EYONQULO 19:2

IBHAYIBHILE

XHO96

“Yibani ngabantu abangcwele, kuba mna Ndikhoyo, Thixo wenu, ndingcwele.

비교

EYONQULO 19:2 살펴보기

4

EYONQULO 19:17

IBHAYIBHILE

XHO96

“Nize ningabi nanqala mntwini. Mkhalimele umntu owonayo, hleze nawe ube netyala.

비교

EYONQULO 19:17 살펴보기

5

EYONQULO 19:31

IBHAYIBHILE

XHO96

“Ningathathi ntonga niye kuvumisa kubantu abeva ngababhubhileyo. Xa nenza loo nto noba nezothe. Kutsho mna Ndikhoyo, Thixo wenu.

비교

EYONQULO 19:31 살펴보기

6

EYONQULO 19:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Ningasasazi ulwimi ngabanye abantu, ningenzi nantoni na eya kubeka ubomi bomnye umntu esichengeni. Kaloku ndinguNdikhoyo.

비교

EYONQULO 19:16 살펴보기

EYONQULO 19: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트