1
EYONQULO 18:22
IBHAYIBHILE
XHO96
Indoda mayingahlangani nenye indoda iyenze umfazi, kuba lisikizi elo.
비교
EYONQULO 18:22 살펴보기
2
EYONQULO 18:23
Makungabikho ndoda okanye umfazi ohlangana nesilwanyana; loo ntlondi ilisikizi.
EYONQULO 18:23 살펴보기
3
EYONQULO 18:21
Unganikezeli namnye umntwana wakho abe yinto yokwenzela *uMoleki idini, kuba loo nto inyelisa igama loThixo wakho. Nditsho mna Ndikhoyo.
EYONQULO 18:21 살펴보기