YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KUTITO 1 - 인기 성경 구절

1

KUTITO 1:16

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bayavuma ukuba bayamazi uThixo; kanti ngayo imisebenzi bayamkhanyela, bengamasikizi, bengabangevayo, nakumsebenzi wonke olungileyo bengenakucikideka.

비교

KUTITO 1:16 살펴보기

2

KUTITO 1:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Izinto zonke zihlambulukile kwabahlambulukileyo; kwabadyobhekileyo nabangakholwayo, akukho nto ihlambulukileyo; kusuke kwadyobheka nengqiqo nesazela sabo.

비교

KUTITO 1:15 살펴보기

3

KUTITO 1:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ebambelele ezwini elithembekileyo ngokwemfundiso, ukuze abe nako ukuvuselela ngayo imfundiso ephilileyo, nokubohlwaya badane abaphikayo.

비교

KUTITO 1:9 살펴보기

4

KUTITO 1:7-8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba umveleli umelwe kukuba ngongenakumangaleleka, njengegosa likaThixo; angabi ngowenza ukuzithandela kwakhe; angabi ngoqumba msinya; angabi ngogeziswa yiwayini; angabi ngumbethi; angabi ngongxamela nzuzo imbi. Úmelwe kukuthi abe ngobuka iindwendwe, umthandi wokulungileyo, onesidima, olilungisa, ongcwele, onokuzeyisa

비교

KUTITO 1:7-8 살펴보기

5

KUTITO 1:6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ukuba umntu ungongenakumangaleleka, eyindoda yamfazi mnye enabantwana abakholiweyo, abangàmiselwa tyala lakuzibhubhisa, abangaswele kuthobela mntu.

비교

KUTITO 1:6 살펴보기

KUTITO 1: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트