1
KWABASEROMA 7:25
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ndiyabulela kuThixo ngoYesu Kristu, iNkosi yethu. Ngoko ke mna ngokwam ngayo ingqiqo okunene ndikhonza umthetho kaThixo; kodwa ngayo inyama ndikhonza umthetho wesono.
비교
KWABASEROMA 7:25 살펴보기
2
KWABASEROMA 7:18
Kuba ndiyazi ukuba ngaphakathi kwam, oko kukuthi enyameni yam, akumi okulungileyo; kuba ukuthanda kukhó ukubakho oku kum; ke kona ukukusebenza okuhle andikufumani.
KWABASEROMA 7:18 살펴보기
3
KWABASEROMA 7:19
Kuba okulungileyo endikuthandayo, andikwenzi; khona okubi, endingakuthandiyo, oko ndiyakwenza.
KWABASEROMA 7:19 살펴보기
4
KWABASEROMA 7:20
Ukuba ke endingakuthandiyo mna, ndenza khona oko, ayisendim okusebenzayo oko, seyisisono esi simiyo ngaphakathi kwam.
KWABASEROMA 7:20 살펴보기
5
KWABASEROMA 7:21-22
Ndifumana ngoko lo mthetho kum, ukuba kuthi, ndífuna ukukwenza okuhle, kusuke kubekho okubi kum. Kuba ndikholene nomthetho kaThixo ngokomntu ongaphakathi
KWABASEROMA 7:21-22 살펴보기
6
KWABASEROMA 7:16
ukuba ke endingakuthandiyo ndenza khona oko, ndivumelana nomthetho ukuba mhle.
KWABASEROMA 7:16 살펴보기