1
KWABASEROMA 4:20-21
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
owathi, ngokusingisele kwidinga likaThixo, akathandabuza ngokungakholwa; wesuka womelela ngokholo, ezukisa uThixo, eqinisekile ukuba oko akumise ngedinga, unako nokukwenza.
비교
KWABASEROMA 4:20-21 살펴보기
2
KWABASEROMA 4:17
(njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ndikumisile ukuba ube nguyise weentlanga ezininzi), phambi koThixo awakholwáyo kuye, obadlisa ubomi abafileyo, azibize izinto ezingekhoyo, zinge zikho.
KWABASEROMA 4:17 살펴보기
3
KWABASEROMA 4:25
owanikelwa ngenxa yeziphoso zethu, waza wabuya wavuswa ngenxa yokugwetyelwa kwethu.
KWABASEROMA 4:25 살펴보기
4
KWABASEROMA 4:18
Owakholwayo ngethemba, kungekho nethemba eli, ukuze abe nguyise weentlanga ezininzi, ngokoko kwathethwayo: Iya kuba njalo imbewu yakho.
KWABASEROMA 4:18 살펴보기
5
KWABASEROMA 4:16
Ngenxa yoku, ilifa lelaselukholweni; ukuze libe ngokobabalo; ukuze idinga liqiniseke kuyo yonke imbewu; lingabi kweyasemthethweni yodwa, libe nakweyaselukholweni luka-Abraham, ongubawo wethu sonke
KWABASEROMA 4:16 살펴보기
6
KWABASEROMA 4:7-8
Banoyolo abazigqitho zixolelweyo, Abazono zigutyungelweyo; Inoyolo indoda eya kuthi iNkosi ingakhe ibalele sono kuyo. ()
KWABASEROMA 4:7-8 살펴보기
7
KWABASEROMA 4:3
Kuba sithini na isibhalo? Sithi ke, Wakholwa uAbraham kuThixo, kwaza oko kwabalelwa kuye ebulungiseni.
KWABASEROMA 4:3 살펴보기