YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASEROMA 15 - 인기 성경 구절

1

KWABASEROMA 15:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wanga ke uThixo wethemba elo anganizalisa ngalo lonke uvuyo noxolo ekukholweni, ukuze niphuphume ithemba ngamandla oMoya oyiNgcwele.

비교

KWABASEROMA 15:13 살펴보기

2

KWABASEROMA 15:4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba izinto zonke ezabhalwayo ngenxa engaphambili, zaye zibhalelwa okwethu ukufundiswa, ukuze sithi ngalo unyamezelo novuselelo lwezibhalo sibe nalo ithemba.

비교

KWABASEROMA 15:4 살펴보기

3

KWABASEROMA 15:5-6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wanga ke uThixo wonyamezelo novuselelo anganinika ukucinga nto-nye phakathi kwenu, ngokukaKristu Yesu; ukuze nithi, nimxhelo mnye, nimzukise ngamlomo mnye uThixo, uYise weNkosi yethu uYesu Kristu.

비교

KWABASEROMA 15:5-6 살펴보기

4

KWABASEROMA 15:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kungoko ndithi, Yamkelanani, njengokuba naye uKristu wasamkelayo, ukuba kuzukiswe uThixo.

비교

KWABASEROMA 15:7 살펴보기

5

KWABASEROMA 15:2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Masithi sonke ngabanye simkholise ummelwane kokumlungeleyo, ukuze akheke.

비교

KWABASEROMA 15:2 살펴보기

KWABASEROMA 15: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트