1
KWABASEROMA 14:17-18
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kuba ubukumkani bukaThixo abukukudla nakusela; bubulungisa noxolo novuyo kuMoya oyiNgcwele. Kuba omkhonzayo uKristu kwezo zinto, ukholekile kakuhle kuye uThixo; ucikidekile nakubo abantu.
비교
KWABASEROMA 14:17-18 살펴보기
2
KWABASEROMA 14:8
Kuba nokuba sithi sidle ubomi, sibudlela iNkosi; nokuba sithi sife, sifela iNkosi. Ngoko ke, nokuba sithi sidle ubomi, nokuba sithi sife, singabeNkosi.
KWABASEROMA 14:8 살펴보기
3
KWABASEROMA 14:19
Ngoko ke masisukele izinto zoxolo, nezinto zokwakhana.
KWABASEROMA 14:19 살펴보기
4
KWABASEROMA 14:13
Masingabi sagwebana ngoko; kanye yithini ukugweba, makungabekwa siwiso, nasikhubekiso, phambi komzalwana.
KWABASEROMA 14:13 살펴보기
5
KWABASEROMA 14:11-12
Kuba kubhaliwe kwathiwa, Ndihleli nje mna, itsho iNkosi, aya kugoba kum onke amadolo, Zidumise uThixo zonke iilwimi. () Ngoko ke elowo kuthi uya kuziphendulela kuThixo.
KWABASEROMA 14:11-12 살펴보기
6
KWABASEROMA 14:1
Lowo ke uswele amandla elukholweni, mamkeleni, kodwa ke kungabi ngokucalula zicamango.
KWABASEROMA 14:1 살펴보기
7
KWABASEROMA 14:4
Ùngubani na wena ugweba isicaka somnye? Ukuma kwaso, nokuba kukuwa kwaso, kusenkosini yaso. Síya kuma ke; kuba uThixo unako ukusimisa.
KWABASEROMA 14:4 살펴보기