YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASEROMA 11 - 인기 성경 구절

1

KWABASEROMA 11:36

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngokuba ziphuma kuyo ke, zikho ngayo, zikholo yona, zonke ezo zinto. Malube kuyo uzuko, kude kube ngunaphakade. Amen.

비교

KWABASEROMA 11:36 살펴보기

2

KWABASEROMA 11:33

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Hayi, ubunzulu bobutyebi nobobulumko nobokwazi kukaThixo! Asikuko nokuba ayiphengululeki imigwebo yakhe, azilandeki iindlela zakhe!

비교

KWABASEROMA 11:33 살펴보기

3

KWABASEROMA 11:34

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba ngubani na oyazileyo ingqiqo yeNkosi? Ngubani na khona othe waba ngumcebisi wayo?

비교

KWABASEROMA 11:34 살펴보기

4

KWABASEROMA 11:5-6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngokunjalo ke ngoko, nakweli xesha lakalokunje, kukho amasalela ngokonyulo lobabalo. Ukuba ke kungobabalo, akusengamisebenzi; okanye ubabalo alungebi saba lubabalo.

비교

KWABASEROMA 11:5-6 살펴보기

5

KWABASEROMA 11:17-18

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke ukuba inxenye yamasebe yaxhuzulwa, wathi ke wena, úngumnquma wasendle nje, wamiliselwa phakathi kwawo, waba lidlelane nengcambu nokutyeba komnquma: musa ukuwaqhayisela amasebe; ke ukuba ùyawaqhayisela, yazi ukuba asinguwe oyithweleyo ingcambu; yingcambu ethwele wena.

비교

KWABASEROMA 11:17-18 살펴보기

KWABASEROMA 11: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트