YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASEFILIPI 3 - 인기 성경 구절

1

KWABASEFILIPI 3:13-14

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bazalwana, mna andizibaleli ekuthini ndigángile; ke ndenza nto-nye: ndithi, ndízilibala izinto ezisemva, ndísolulela kweziphambili, ndiphuthume ngokoxunele umvuzo wobizo lwaphezulu lukaThixo kuKristu Yesu.

비교

KWABASEFILIPI 3:13-14 살펴보기

2

KWABASEFILIPI 3:10-11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ukuba ndimazi, kwanamandla ovuko lwakhe, nokuba ndibe nobudlelane naye ngeentlungu zakhe, ndifaniswe noko kufa kwakhe; ukuba ndingáde ndifikelele ekuvukeni kwabafileyo.

비교

KWABASEFILIPI 3:10-11 살펴보기

3

KWABASEFILIPI 3:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ewe, okunene, ndisuka izinto zonke ndizibalele ekuthini ziyinkxwaleko, ngenxa yokongama kokumazi uKristu Yesu iNkosi yam; endithe ngenxa yakhe ndonakalelwa zezi zinto zonke, ndizibalela ekuthini ziyinkunkuma, ukuze ndimzuze uKristu

비교

KWABASEFILIPI 3:8 살펴보기

4

KWABASEFILIPI 3:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ndisuké, zona ezo zinto zabe ziyinzuzo kum, zona ezo ndazibalela ekuthini ziyinkxwaleko ngenxa kaKristu.

비교

KWABASEFILIPI 3:7 살펴보기

KWABASEFILIPI 3: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트