KWABASEFILIPI 3:10-11
KWABASEFILIPI 3:10-11 XHO75
ukuba ndimazi, kwanamandla ovuko lwakhe, nokuba ndibe nobudlelane naye ngeentlungu zakhe, ndifaniswe noko kufa kwakhe; ukuba ndingáde ndifikelele ekuvukeni kwabafileyo.