1
KUFILEMON 1:6
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
ukuze ubudlelane bokholo lwakho bube nokusebenza ngokwazi konke okulungileyo okukuni, kuse kuKristu Yesu.
비교
KUFILEMON 1:6 살펴보기
2
KUFILEMON 1:7
Kuba sinovuyo nothuthuzeleko olukhulu ngalo uthando lwakho, ngokuba izibilini zabangcwele ziphunyuziwe ngawe, mzalwana.
KUFILEMON 1:7 살펴보기
3
KUFILEMON 1:4
Ndihlala ndibulela kuye uThixo wam, ndikukhumbula emithandazweni yam
KUFILEMON 1:4 살펴보기