YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KUMAHEBHERE 1 - 인기 성경 구절

1

KUMAHEBHERE 1:3

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

othe, elubengezelo lobuqaqawuli bakhe, nombhalo wenkqu yakhe, ezithwele nokuzithwala zonke izinto ngalo ilizwi lamandla akhe, wesuka, akuba eyenzile ngokwakhe intlambululo yokusihlambulula ezonweni, wahlala phantsi ngasekunene kobuKhulu, enyangweni

비교

KUMAHEBHERE 1:3 살펴보기

2

KUMAHEBHERE 1:1-2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UThixo wayethethile nje kudala ngeendawo ezininzi, nangeendlela ezininzi, koobawo ngabo abaprofeti, uthethe ngale mihla yokugqibela kuthi ngoNyana; awammisayo wayindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wayenza indalo yonke

비교

KUMAHEBHERE 1:1-2 살펴보기

3

KUMAHEBHERE 1:14

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Azingomoya ababusayo zonke na, zithunywe ukuba zilungiselele abo baza kuba ziindlalifa zalo usindiso?

비교

KUMAHEBHERE 1:14 살펴보기

4

KUMAHEBHERE 1:10-11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Abuye athi, Ekuqalekeni, wena Nkosi, waliseka ihlabathi, Nalo izulu lingumsebenzi wezandla zakho; Wona aya kutshabalala, ke wena uhlala uhleli; Aye onke njengengubo eya konakala

비교

KUMAHEBHERE 1:10-11 살펴보기

KUMAHEBHERE 1: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트