YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASEKOLOSE 1 - 인기 성경 구절

1

KWABASEKOLOSE 1:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

owasihlangulayo egunyeni lobumnyama, wasifudusela ebukumkanini boNyana wothando lwakhe

비교

KWABASEKOLOSE 1:13 살펴보기

2

KWABASEKOLOSE 1:16

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngokuba zadalelwa kuye zonke izinto, ezisemazulwini nezisemhlabeni, ezinokubonwa nezingenakubonwa, nokuba ziitrone, nokuba zibubukhosi, nokuba zizilawuli, nokuba ngamagunya; zonke izinto zidalwe nguye, zidalelwe yena.

비교

KWABASEKOLOSE 1:16 살펴보기

3

KWABASEKOLOSE 1:17

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Yena ke ungaphambi kweento zonke, nazo zonke izinto zima zimi kuye.

비교

KWABASEKOLOSE 1:17 살펴보기

4

KWABASEKOLOSE 1:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Úngumfanekiselo kaThixo ongenakubonwa, owamazibulo kwindalo yonke.

비교

KWABASEKOLOSE 1:15 살펴보기

5

KWABASEKOLOSE 1:9-10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngenxa yoku, kususela kwimini esevayo, nathi asiphezi ukunithandazela nokunicelela, ukuze nizaliswe kukukwazi kakuhle ukuthanda kwakhe, ninokulumka nokuqonda konke okukokomoya; ukuze nihambe ngokuyifaneleyo iNkosi, nise kuko konke ukukholisa, nixakathe isiqhamo kuwo wonke umsebenzi olungileyo, nikhulela ekumazini uThixo

비교

KWABASEKOLOSE 1:9-10 살펴보기

KWABASEKOLOSE 1: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트