1
IZENZO 4:12
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kananjalo usindiso alukho kuwumbi; kuba akukho gama limbi phantsi kwezulu, linikiweyo phakathi kwabantu, esimele ukusindiswa ngalo.
비교
IZENZO 4:12 살펴보기
2
IZENZO 4:31
Bakubon' ukuba bakhungile, yazanyazanyiswa indawo ababehlanganisene kuyo, bazaliswa bonke nguMoya oyiNgcwele, balithetha ilizwi likaThixo ngokungafihlisiyo.
IZENZO 4:31 살펴보기
3
IZENZO 4:29
Okwangoku ke, Nkosi, zikhangele izisongelo zabo, ubanike abakhonzi bakho ukuba balithethe ilizwi lakho ngako konke ukungafihlisi
IZENZO 4:29 살펴보기
4
IZENZO 4:11
Nguye lo ilitye elenziwa into engento nini bakhi, elisuke laba yintloko yembombo.
IZENZO 4:11 살펴보기
5
IZENZO 4:13
Ke kaloku, bakùbona ukungafihlisikuthetha koPetros noYohane, beqiqa nokuba ngabantu abangenamfundo, abangenakwazi, bamangaliswa; babaqonda ukuba babenaye uYesu.
IZENZO 4:13 살펴보기
6
IZENZO 4:32
Ke kaloku inkitha yababekholiwe yayintliziyo-nye, imphefumlo mnye; kwaye kungekho namnye ubesithi kukho nto iyeyakhe empahleni yakhe; zonke izinto zaye zizezobudlelane kubo.
IZENZO 4:32 살펴보기